top of page
Writer's pictureNtandoyenkosi

Xhosa Words 6.0


In lesson 6 we will go trough another gulp of Xhosa words, this time focusing on the construction of simpler sentences, like greetings and conversation, both formal and informal:


English Xhosa

Hello or Hi Molo (singular) (informal Molweni (plural)

What's your name? Ngubani igama lakho?

My name is... Igama lam ngu...

thank you ndiyabulela / enkosi

How are you? Unjani? (singular)

Ninjani (plural)

I'm fine Ndiphilile

You're welcome Wamkelekile

Good evening Ubusuku obuhle

Good night Rhonani/Buthongo obumnandi

Goodbye To those staying:

Sala kakuhle (singular) Salani kakuhle (plural) To those departing:

Hamba kakuhle/Uhambe kakuhle (singular)

Hambani kakuhle/Nihambe kakuhle (plural)

Dear... (formal letter or email)... obekekileyo

Yours Sincerely... (formal letter or email) Owakho Ngenene

Kind Regards (casual letter or email) Ngemibuliso

Have a lovely day (friendly email or text) Ube nemini emyoli

Happy birthday Min'emnandi (yokuzalwa)

Season's Greetings Imibuliso Yelixesha Lonyaka

Merry Christmas IKrismesi eMnandi

.and a happy New Year Krisimesi emnandi nonyaka omtsha onamathamsanqa

Happy Easter Ube nePasika emnandi

I love you Ndiya kuthanda

yes ewe

no hayi (haibo)

Dear Sir Madam Mnu/Nkszk Ebekekileyo

TitleI wonga

Miss (Miss.) Nkosazana (Nkszn.)

Mrs (Mrs.) Nkosikazi (Nkskz.)

Mrs/Ms (Ms.) Nkosazana/Nkosikazi (Nksz.)

Mister (Mr.) Mnumzana (Mnu.)

Doctor (Dr.) Gqirha (Gqr.)

Messieurs (Messrs.) Abanumzana (Abanumzana.)

Professor (Prof.) Njingalwazi (Njing.)

Reverend (Rev.) Mfundisi (Mfu.)

Sister (Sr.) Mongi omkhulu (Mongi omkhulu.)

Other Omnye

Uxolo lube nani

bottom of page